Two Poems by Yonela Gana
(2 poems)
by Yonela Gana
Umona
Ntondini ebulala izizwe
ngezizwe, ungumdali wengcinga
ezimdaka nezingahlambulukanga.
Uyikofu kwabakwaziyo.
Phasalala abahlobo ngenxa
yakho.
Intshaba ezininzi zize … Read more
Umona
Ntondini ebulala izizwe
ngezizwe, ungumdali wengcinga
ezimdaka nezingahlambulukanga.
Uyikofu kwabakwaziyo.
Phasalala abahlobo ngenxa
yakho.
Intshaba ezininzi zize … Read more